News
KUVALELWE USOMASHISHINI EMONTI
Edition: 30 April 2026 – 13 May 2026 Intatheli: Ntsikelelo Jonga | Monti Kubanjwe kwaza kwavalelwa usomashishini waseDuncan Village eMonti, emva kokuba
Ivele enkundleni intwazana yaseMakhaza
Edition: 30 April 2026 – 13 May 2026 Intatheli: Ntsikelelo Jonga | Khayelitsha Ivele phambi kwenkundla intwazana yaseKhayelitsha, emva kokubanjwa ineephasile ezibiweyo
Amafama aseMbhashe afumene inkxaso yeembombozi zokukha amanzi
Edition: 30 April 2026 – 13 May 2026 Intatheli: Anele Raziya | Mbhashe Amafama aseMbhashe kwilali iCwebe eXhorha abulele ngokungapheliyo emva kokufumana
Sports
Iqalise inkqubo yokuthintelwa kweenkomo kwisifo seFoot and Mouth disease
Edition: 12 March 2026 – 25 March 2026 Intatheli: Anele Raziya | Gcuwa Isebe elijongene nezoLimo eMpuma Koloni livakalise ukuba
Iqela lebhola icela inkxaso
Edition: 12 March 2026 – 25 March 2026 Intatheli: Anele Raziya | Gcuwa Nangona ulutsha laseQorha eMbhashe lazimanya nezemidlalo ngenjongo
INozulu Youth Legacy Cup iyabuya kwakhona kulo nyaka
Edition: 12 March 2026 – 25 March 2026 Intatheli: Anele Raziya – Gcuwa Umsunguli wetumente yebhola eyaziwa njenge Nozulu Youth
Business
Baxhaswe abo baqhuba iitroli eNgcobo
Edition: 30 April 2026 – 13 May 2026 Intatheli: Yonela Mpaka | Ngcobo Osomashishini baseNgcobo phantsi koMasipala iDr AB Xuma banikwe izixhobo
We have not appointed any king”: Somali shop-owners targeted in protests against Nigerians
“Coronation” of Igbo man sparks furious protests in Buffalo City 31 March 2026 | By Johnnie IsaacNews | East London Somali immigrants in KuGompo (East
Kutshiswe imizi emithathu ngabaqhankqalazi
Edition: 12 March 2026 – 25 March 2026 Intatheli: Monwabisi Khininda Abahlali baseShayamoya eKokstad abebevutha ngumsindo beqhankqalaza ngaphandle kwenkundla baphume
Agriculture
Amafama afumene inkxaso
Intatheli: Anele Raziya | Mbhashe Amafama weemfuyo kwindawo ezahlukeneyo eMbhashe asethubeni elihle lokwenza imali ngeniso ethe xhaxhe kunakuqala xa ethengisa
“Ulutsha luyakhuthazwa ukuba luthathe inxaxheba kwezolimo eMbhashe”
Intatheli: Anele Raziya Amafama waseMbhashe akwiphulo lokurhweba ulutsha ngobuninzi ukuba lubeyinxalenye nawo kwimisebenzi yokufuya nokulima. La mafama anoluvo lokuba xa
UMphathiswa uNonkqubela Pieters unikeze ngeenkomo
Intatheli: Anele Raziya| Gatyane Amafama welali yaseLubhelu kuGatyane anephupha lokhulisa ishishini lawo ade afikelele kwinqanaba lokuthengisela ivenkile ezinkulu zenyama iinkomo
Community
Bazakulokha ikhaya abo basuka ngaphandle
Intatheli: Yonela Mpaka | Nyanga Baxhasiwe abosapho lakwa Ndiki kwindawo yase Nyanga eNgcobo. Usapho belukhala isijwili kungekho noko kusiwa phantsi kwempumlo ukutya,
Bafumene umvuzo abo basebenza ngokuzinikela.
Intatheli: Yonela Mpaka | Maqanda Bawongiwe otitshala abafundisa ngokuzinikela kwisikolo saku Maqanda eNgcobo. Imisebenzi eyenziwe zititshala ukuphucula imfundo kwisikolo saku Maqanda
Izikolo ziyayinikwa inxaso
Intatheli: Yonela Mpaka | Ngcobo Abafundi besikolo saku Ntsinga kwakunye no Mgudu phantsi kwedolophu yase Ngcobo bathe baxhamla kwizihlangu zesikolo
Arts & Culture
𝐍𝐄𝐊𝐊𝐈𝐄𝐒 𝐄𝐀𝐒𝐓𝐄𝐑 𝐌𝐔𝐒𝐈𝐂 𝐅𝐄𝐒𝐓𝐈𝐕𝐀𝐋 𝐌𝐄𝐃𝐈𝐀 𝐋𝐀𝐔𝐍𝐂𝐇 𝐒𝐄𝐓𝐒 𝐓𝐇𝐄 𝐒𝐓𝐀𝐆𝐄 𝐅𝐎𝐑 𝐄𝐀𝐒𝐓𝐄𝐑 𝐈𝐍 𝐖𝐎𝐑𝐂𝐄𝐒𝐓𝐄𝐑
Edition: 26 March 2026 – 15 April 2026 By: Staff Reporter | Worcester There was a sense of excitement in
UMphathiswa uMcKenzie ukupasisile ukuguqulwa kwamagama
Edition: 26 March 2026 – 15 April 2026 Intatheli: Monwabisi Khininda | Mpuma Koloni Idolophu yaseMonti ikulindele ukuguqula igama layo
IContralesa ichasene nokubekwa kweNkosi yaseNayijeriya kuGompo
Edition: 26 March 2026 – 15 April 2026 Intatheli: Monwabisi Khininda | Mpuma Koloni ICONTRALESA ayikonwabelanga ukubekwa kweNkosi yaseNayigeriya (Nigeria)
Entertainment
UTunzi kumdlalo kamabonakude
Intatheli: Monwabisi Khininda | Mpuma Kapa UZozibini Tunzi-Bolowana owazenzela igama ngokuphumelela ukhuphiswano lonobuhle kwihlabathi (Miss Universe) ngamnyaka ka-2019, ufumene indawo
UMikhulu uyonqandwa ziinkwenkwezi kwezonobuhle
NguMonwabisi Khininda UMikhulu Gijana (12) ngunobuhle onesisa nentliziyo entle.Zezompawu kanye ezimbeke kumagqibelela kanqoyi kukhuphiswano loonobuhle kuzwelonke iMiss Golden Heart 2025.UMikhulu
OSEMTSHA UNCEDA UKUPHUHLISA ISAKHONO SOKUCULA KWABATSHA
KRAAIFONTEINIimvumi ezininzi nezingabantu abatsha ezikwaneziphiwo zokucula zizifumana kumaxesha amaninzi ziphantsi koxinezelo lwengqondo. Oku kwenzeka ngenxa yokuba kuye kutshabalale amathemba okufezekiswa























